Ungazilibali

from by IppyFuze

/
  • Streaming + Download

    Includes unlimited streaming via the free Bandcamp app, plus high-quality download in MP3, FLAC and more.

      $2.50 USD  or more

     

lyrics

Somandla mdali wami
Ndiphe lamandla
Wokukhonza , mdali wai
Ndibemqaqamba

Ungazilibali, ungazikhalali
Kuyo yonke lengxubevange, yomhlaba weenyathi
Bazokuxhumisa , udud' uhambo lweminyaka
ngamanyala wolwimi lwabo
Kodwa uyasifunda nini isifundo salomhlaba wasekhaya?...
Kungenxa yezithonga , uphel' ungazihoyi
Bazokududisa , hayi nxe , zijonge...

Ungazilibali ukub'ungubani wena

Somandla mdali wam , wena omsulwa ,
Ndicel'undijonge , ndicel'undijonge

He , xa oluhambo lungavumi , ndenzeni na?..
Nguban 'ozond'khomba, nguban' ozond'latha
Enkonqeni yenyaniso?

credits

from Amaxhentsa EP, released August 14, 2014
Drums Garrick van der Tuin
Bass James Sunney
Guitar Raeven Brough & Kevin Leicher
Synths & Loops Siya Makuzeni & Brendan Jury
Vocals & Uhadi Siya Makuzeni

tags

license

all rights reserved

about

IppyFuze Johannesburg, South Africa

contact / help

Contact IppyFuze

Streaming and
Download help

Redeem code